Sisikelelwe Tamse - Sithini xa kunje?
Afrika Home

Sisikelelwe Tamse - Sithini xa kunje?

Regular price R 145.00 R 0.00 Unit price per
Tax included.

Umfundi xa aya esikolweni uziyela yena ngokwakhe encedwa ngabazali nangootitshala ukuze awafezekise amaphupha akhe. Ukuzakha kuqala ngaphakathi emntwini, buze bucokiswe ngabanye. Ukuzidla kukwaqala emntwini ngenxa yokungabinanjongo intle ngobomi, banjalo ke nabantu ukumncedisa lowo ulichithayo ikamva lakhe. Ukuba neliso elibukhali ebomini yeyona nto imakhayo osafuna isitya emnyameni njengomfundi.


Share this Product