Ncedile Saule - Unyana Womntu
Ncedile Saule

Ncedile Saule - Unyana Womntu

Regular price R 198.95 R 0.00 Unit price per
Tax included.

UBantu Zathu onyumlinganiswa ophambili kweli bali, uzifumana esemlonyeni wengcwaba emva kokubhutywa ngobubende inyama engayidlanga. 

Liyamambatha ityala emva kokutyholwa ngokubulala ngokumasikizi umfazi wakhe uBandlakazi.

Isihlotyana sakhe uNoziqhamo siso esithi ngamacebo alusizi sibonise ukuba umthetho obekelwe ukulungisa, nawo ngamanye amaxesha uyakwazi ukulungisa, nawo ngamanye amaxesha uyakwazi ukungalungisi Ngamandla adlule ukuqonda ngokusebenzisa ingqiqo, nasekukholelweni kwinto yokuba loo nto anokuyenza omnye umntu onegazi njengaye, naye angayenza, utsho uBantu asinde sele axhonywa ngenxa yokuxhonywa kwetyala lakhe de kufunyanwe oyena mbulali.


Share this Product