S. Kula - Ntakana Ntyilontyilo
Afrika Home

S. Kula - Ntakana Ntyilontyilo

Regular price R 150.00 R 0.00 Unit price per
Tax included.

Le ncwadi iquluthe ucwambu lwamabali amafutshane ale mihla siphila kuyo. Abhalwe ngobuchule, kwaye amshiya umfundi enambitha isiXhosa sakokwabo adidiyelwe ngaso. Nangona oluliwe nje ukubhalwa oku, akangomsina-ndozele ocubhulayo, umfundi angazi nokuba bekuqale kwathini na. Amshiya lowo uwafundayo esamangele ukuba ibali liphelile, esafuna yena ukuqhubela phambili. 

Umfundi makayithathe ayithyile, azikhangelele ukuba yena uya kuthanda liphi na kolu ncuthu maZangwa, kodwa ingathi uya kubhideka ukuba ungxama ngokuqashela.


Share this Product